Loadshedding Xhosa version by Simnikiwe Mzekandaba

0
197

U-Eskom uthembisa ngokungawucimi umbane kumnyadala we Arts Festival eRhini, kodwa ke oosomashishini baxhalabile ngenxa yocimo mbane, load shedding ke ukutsho. Intatheli yejelo le-SABC u Simnikiwe Mzekandaba uzanengxelo.

LEAVE A REPLY